E-Thobela Tavern

E-Thobela Tavern A place where people meet and chat over a cold beer, wine or cider, while listening and dancing to good music.

14/11/2019
23/01/2017

Yeyiph' ingona (track) ekuvalwe ngayo unyaka nge 31 December 2016?

05/01/2016

On behalf of iManagement, siyanibulela kakhulu ngenkxaso yenu kulo siwushiyayo. Sininqwenelela unyaka oyokozela amathamsanqa neentsikelelo...nangamso bantu bakowethu :)

01/04/2015

Ladies and gentlemen,
Njengoko nisazi ukuba siya ePasikeni. Eli ke lixesha elimnandi kumntu wonke ngoba sizawufikelwa zizihlobo nezalamane. Amava am ke ngePasika yogqitha neKrismesi ngobumnandi.
I-beer zethu ke bethuna zisabanda laantwindala, futhi ngamaxabiso a-reasonable. Makuyiwe ezinkonzweni nasesibholeni, ze sithi emva kwalo mini ixakekileyo sizopholisa iingqondo nemizimba e-Thobela.
Niyacelwa ke bethuna niziphathe kakuhle. Masisebenzisaneni ide igqithe le mpelaveki ixakeke kangaka kungakhange kubaliswe zihelegu. Masiseleni, sijayive, sibukaneni sonwabeni.

PS: Nincede torho nibarhabulise abo bangathathi ntweni (abafana ooGazo)

Enkosi,
Marketing Manager

Sekulithuba bahlali...
07/07/2014

Sekulithuba bahlali...

13/01/2014

Dear Customrs,

We are thinking of extending our building and would like you to please give us ideas. Our building is small and cannot accomodate many of our customers during busy times.

What do you think we can do to make space and still keep iThobela the hot spot around Middledrift?

Thanking you in advance,
Gazo (Facilities and Infrastructure Manager)

09/01/2014

What happened in Thobela stays in Thobela my left foot!

Baninzi abantu ababhaqe abantu bewatsazela besenza izinto ezahlukileyo kule festive, emakoneni *winks*. Khawutsho ubhaqe bani esenza ntoni nabani...let us tell it like it is people! Lol

Masibadiiiiiiiiize! :D

From Gazo!

06/01/2014

On behalf of both Partners and Management, siyabulela bethuna ngenkxaso yenu nangokuziphatha kwenu kakuhle kule festive siyishiyayo. Khange kubekho zixholo-xholo zingako, wonke umntu ebonwabile.

Sibamba ngazo zozibini.
Gazo (Head of Security and Marketingf Manager)

12/12/2013

Smirnoff Ice (Guarana) or Hunters Extreme: xa ungafun' ulala which one do you prefer? Kaloku sizawusisa kwezi mini so we need something ezakusigcina sithe hlwaphs!!!!

12/12/2013

Dear Customers,

The following decisions were taken in a Board Meeting this morning:
1) The Gentlemen's Night is cancelled due to budget constraints. These constraints are a result of the following:
a) Our Female Director, Sis' Zaza Zaa Muru is celebrating her birthday tomorrow (13 Dec), so there's more in store for you, niyamenywa...kungaqhuma kubasiwe!
b) This weekend, E-Thobela Tavern will be celebrating unyaka oko yaavulwayo, so ngumwatshazelo waya-waya kunye nokunye okuninzi, izani ngobuninz benu.

Oh! yimani ke, point of correction; the Gentleman's Night has been postponed till further notice, ITS NOT CANCELLED! #

Sovuyiswa bubukho benu. Nincede ke ningakhe nilinge niyobhenca izimilo zenu pha, ukuba awukwazi ukuhlala wonwabe nabantu, zuzicenge ugoduke coz izinja zapha ziyaluma mpela kulo nyaka

Owenu kwezomwatshazelo.
Bloody Bastard (Marketing Manager)

10/12/2013

Dear Customers (Ladies)

It has been broughyt to my attention that; for some reasons that are better known to you and which I don't underterstand, some of you are against the Gentlemen's Night function that will be taking place at E-Thobela Tavern this coming Monday.

Mamelani ke ndinazise; from intlanganiso ebendinayo neeDirectors zase Thobela this afternoon, the duration of the Gentlemen's Night has been extended to 2 days (i.e. 16 & 17 December) nje for ukukhupha nina umtshayo. Please note that; NO WOMEN ARE ALLOWED BETWEEN 19:00 AND 02:00 on the above mentioned dates.

I hope you'll find this in order, enkosi!!

Marketing Manager (self appointed)
Bloody Bastard!

Rhali rhali...inoba niyanya yibhabhalaza! :D
09/12/2013

Rhali rhali...inoba niyanya yibhabhalaza! :D

Address

Main Raod Dikidikana Location
Middledrift
5803

Telephone

0603743918

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when E-Thobela Tavern posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category