Ekonwabeni

Ekonwabeni We sell almost all types of alcohol except ijuba

26/11/2022

Molweni ndiyayazi izinto azihambanga kakuhle emveni koba ndihambile kodwa ndiyanithembisa ukubuya kwam izinto zobuyela kundalatshe 🤞

10/07/2022

Yey ingathi usathana uze kakubi ungene ezi tavern ngoku kodwa phambile maqabane asibuyeki tu🍺🍻🍾🥂.
Bake bafela ecaweni ka TB Joshua zange bayiyeke icawe batyiswa ingca abayiyeka icawe bafakwa iidooms abayiyeka cawe.

Nathi asibuyeki tu🍺🍻🍾

09/07/2022

Yeah ndiyicingile lento kumele ndinenzele I party pha ku December Xa ndibuyile apho umntu uthenga 2beers athole 1free.

Lonto izokwenzeka kubantu abayi 30 abafike kuqala.

20 girls
10 Jitaz .

Xapin woza December ❤️💕🤞🤞

Yeses 😭💔 bekumele ba ndipha ngomso nxee qha phi ke
01/07/2022

Yeses 😭💔 bekumele ba ndipha ngomso nxee qha phi ke

Saturday Let's meet Kwa Ace

30/06/2022

Kuma customer akwa Ta-Mose (Ekonwabeni) athembakeleyo kukho into endizonenzela yona kulo Dec ezonijabulisa💕💃🤞 ey ingathi ukude nalo December kodwa ke uzofika abanye benu bayayazi ba ndiyayenza into Xa ndicacile🤞.

Thank you for your support keep supporting me guys 💕

28/06/2022

Ndisabambezelekile guys ndizamela Nina kodwa come December nizobona🍹🍷🍾

Wait and see woza December kusazoba mnandi🍹🥃🍷🍻🥂🍆🍑🍑
25/06/2022

Wait and see woza December kusazoba mnandi🍹🥃🍷🍻🥂🍆🍑🍑

04/06/2022

Kusaqhubeka kahle guys qha umntu u busy ulungiselela Nina u December owohlukileyo🤞🤞

Ide yakhona
30/04/2022

Ide yakhona

Inga ryt kodwa le container pha Kwa Ta Mose for I Tshisa-Nyama🤞
29/04/2022

Inga ryt kodwa le container pha Kwa Ta Mose for I Tshisa-Nyama🤞

Address

Nkanga Loc
Libode

Telephone

+27783978556

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ekonwabeni posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Ekonwabeni:

Share

Category