CHISA Tarven

CHISA Tarven Come and have fun with us💃💃

we wanna party💃💃💃
24/12/2025

we wanna party💃💃💃

When they say a cooler box is not allowed.
19/12/2025

When they say a cooler box is not allowed.

Siyancebelekaaaa💃💃
15/12/2025

Siyancebelekaaaa💃💃

04/10/2025

Ndiniphuphe nikhala nina...nizidlikidla ebantwini benu namhlanje...nisithi nixolele ukuba kuphele nezo relationship bhetele....ngoba namhlanje nifuna ukuza eCHISA🥺🥺🥺 and ke mna ndiyazazi andiy'phuphi ik*k*.

03/10/2025

✅Ukuba awunamali yosela kule weekend,hlala kokwenu please...ungayogqibela abantu indawo.
✅Ama2K awananyani, ungalinge uvume ubanjiswa ibag kuba kuthiwe kuzohanjwa nawe after uthenge icarrypack...uyolala wedwa nalo bag...ubekwi submarine.
✅Niqinise indwangu madoda kule weekend, indoda mayincwaseke isekude ngenxa yoqoqosheka. Ungalinge ubene intentions zowina umntu kodwa uzojik uthi gqi unxibe iCodro no ncandweni...uyokuba yi topic kwi group chat yamachery nge ngomso.
✅Ningapakanyeli ishot ey1 kodwa nibay 15.

✅Thina as CHISA TARVEN ....ukuba udecide ukuza nomntuwakho kwi tarven yethu, kodwa ube umazi uyazithandela emadodeni...ajike ahambe nenye iDyan aku jumpe wena....ASINGENI NDAWO,UNGASIBUZI NIX.

03/10/2025

Kule weekend umntu esimbone ephethe i-can ey1 for ixesha elide...ingade iphele...sizosondela siyishukumise...ngathi kanti umntu usela umoya. 👀👀

Siy'bhaqile lento yenu...ningo Nathi Mankayi nina...nilwa nemimoya kwezi cans 👀👀

03/10/2025

Akukho ndoda izombombozela apha...and akukho ndoda izobe iligqolo kule weekend eCHISA TARVEN .....imali ityiwa namankazana...and ukuba wena awunayo imali for igenge...hlala kokwenu /endlini yakho...uzibukelele Takalane Sesame please...ngoba asizo groover namadoda angafuniyo uvusela igenge.

27/09/2025

One thing ngezethu icustomers zisebenzisa inkani for ukuba zizogcwalisa kuthi qhuu apha kwa Ma R...ifane yajikwa le event.ezo can/dumpie zibandayo siyazfuna 🥴🥴🥴🕺🕺🕺

isikhalo somaka Enzo it's temporary ....ubumnandi base CHISA Tavern is forever. 🕺🕺

yhu yhu yhu 😭😭😭😭oomaka Enzo nabanye babetha ngenqindi phantsi ukuba I event oqhubeke bengenayo ne cent......kwa votwa ba...
27/09/2025

yhu yhu yhu 😭😭😭😭

oomaka Enzo nabanye babetha ngenqindi phantsi ukuba I event oqhubeke bengenayo ne cent......kwa votwa bawina ngoba bathi abe 25 babhatale installments kunye ne debits zempahla ze Christmas..........Event rescheduled to next week 💔💔

asiyfuni kelena kule weekend please 🥹
22/09/2025

asiyfuni kelena kule weekend please 🥹

Address

MRWAQA LOCATION
Butterworth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when CHISA Tarven posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category